Desperate Prayer


  • iNdumiso 9:10Bakholose ngawe abalaziyo igama lakho; Ngokuba akubashiyanga abakuquqelayo wena, Yehova.
  • iNdumiso 34:17 Akhala, weva uYehova; Wawahlangula ezimbandezelweni zawo zonke.
  • iNdumiso 86:7 Ngemini yokubandezelwa kwam ndinqula wena, Ngokuba uya kundiphendula.
  • iNdumiso 91:15 Wondibiza, ndiphendule, Ndoba naye embandezelweni; Ndomhlangula, ndimzukise;
  • iNdumiso 145:18, 19Usondele uYehova kubo bonke abamnqulayo, Kubo bonke abamnqulayo ngenyaniso. Uyayenza into ekholekileyo kwabamoyikayo, Akuve ukuzibika kwabo, abasindise.