Healing


  • Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke. -
    iNdumiso 34:19
  • Kukho mntu na ufayo phakathi kwenu? Makabizele kuye amadoda amakhulu alo ibandla, athandaze wona phezu kwakhe, akuba emthambisile ngeoli, egameni leNkosi;wothi umthandazo wokholo umsindise lowo uleleyo, iNkosi imvuse; nokuba ubethe wenza izono, wozixolelwa.Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sinamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa. -
    EkaYakobi5:14-16
  • Wathumela ilizwi lakhe, wabaphilisa, Wabasiza ezihogweni zabo.-
    iNdumiso 107:20
  • Wathumela ilizwi lakhe, wabaphilisa, Wabasiza ezihogweni zabo. -
    2 YooKumkani 20:5
  • Ngokuba ndiya kukubopha, ndiyipholise imivumbo yakho, utsho uYehova; ngokokuba bathi unguGxothiwe, uyiZiyon engakhathalelwe bani. -
    Yeremiya 30:17
  • Umnika otyhafileyo amandla, ongenakomelela amandisele ukuqina. -
    Isaya 40:29
  • Uloxolela bonke ubugwenxa bakho; Ulophilisa zonke izifo zakho; -
    iNdumiso103:3
  • Kanti yena uhlatywe ngenxa yezikreqo zethu, watyunyuzwa ngenxa yezenzo zethu ezigwenxa; ubetho lokuba sibe noxolo thina lube luphezu kwakhe; siphiliswe ngemivumbo yakhe. -
    Isaya 53:5
  • Wathi, Ukuba uthe waliphulaphula izwi likaYehova uThixo wakho, wenza okuthe tye phambi kwakhe, wayibekela indlebe imithetho yakhe, wayigcina yonke imimiselo yakhe: andiyi kubeka nasinye isifo phezu kwakho endisibekileyo phezu kwamaYiputa; kuba ndinguYehova, igqirha lakho. -
    IEksodus 15:26
  • Ewabonile ke, wathi kuwo, Hambani niye kuzibonakalalisa kubabingeleli. Kwathi ekuyeni kwawo, ahlanjululwa. -
    ULuka 17:14
  • Waza wababizela kuye abafundi bakhe abalishumi elinababini, wabanika igunya koomoya abangcolileyo, ukuze babakhuphe, nelokuphilisa izifo nezikhuhlane zonke. -
    UMateyu 10:1
  • Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso emaphikweni alo. Niya kuphuma nidlobe, njengamankonyana asesitalini, nibaxovule abangendawo; -
    UMalaki 4:2
  • Wathi uPetros kuye, Eneya, uyakuphilisa uYesu Kristu; vuka, wandlule. Wavuka kwaoko. -
    IZenzo 9:34
  • Imiqondiso ke eya kulandelana nabo bakholiweyo nantsi: egameni lam baya kukhupha iidemon; baya kuthetha ngeelwimi ezintsha;baya kuphatha iinyoka; nokuba bathe basela into ebulalayo, ayikukha ibenzakalise bona; baya kubeka izandla phezu kwemilwelwe, iphile. -
    UMarko 16:17-18
  • iinyawo zenu nizenzele imizila ethe tye, ukuze into eqhwalelayo ingaphambuki endleleni, kanye ke iphiliswe. -
    KumaHebhere 12:13
  • Buya uye kuthi kuHezekiya, inganga yabantu bam, Utsho uYehova, uThixo kaDavide uyihlo, ukuthi, Ndiwuvile umthandazo wakho, ndizibonile iinyembezi zakho; uyabona, ndiya kukuphilisa; ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova;
    2 YooKumkani 20:5
  • Kuba azidelekanga, azibanga nazothe kuye iintsizi zolusizana; Akabusithelisanga ubuso bakhe kuye; Ekuzibikeni kwakhe kuye waphulaphula.
    iNdumiso 22:24
  • Yomelelani, ikhaliphe intliziyo yenu Nonke nina nithembele kuYehova.
    iNdumiso 31:24
  • Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
    iNdumiso 34:19
  • Uloxolela bonke ubugwenxa bakho; Ulophilisa zonke izifo zakho;
    iNdumiso 103:3
  • Wathumela ilizwi lakhe, wabaphilisa, Wabasiza ezihogweni zabo.
    iNdumiso 107:20
  • Yiyo le intuthuzelo yam ekucinezelekeni kwam, Yokuba intetho yakho indiphilisile.
    iNdumiso 119:50
  • Koko umyalelo wakho wandiyolisayo, Ndinge ndaphelayo ekucinezelekeni kwam.
    iNdumiso 119:92
  • Ulophilisa abaphuke intliziyo, Abophe amanxeba abo;
    iNdumiso 119:107
  • Ulophilisa abaphuke intliziyo, Abophe amanxeba abo;
    iNdumiso 147:3
  • Umnika otyhafileyo amandla, ongenakomelela amandisele ukuqina.
    Isaya 40:29
  • Kanti yena uhlatywe ngenxa yezikreqo zethu, watyunyuzwa ngenxa yezenzo zethu ezigwenxa; ubetho lokuba sibe noxolo thina lube luphezu kwakhe; siphiliswe ngemivumbo yakhe.
    Isaya 53:5
  • Yabonani, isandla sikaYehova asisifutshane, ukuba singasindisi; nendlebe yakhe ayinzima, ukuba ingevi.
    Isaya 59:1
  • Ngokuba ndiya kukubopha, ndiyipholise imivumbo yakho, utsho uYehova; ngokokuba bathi unguGxothiwe, uyiZiyon engakhathalelwe bani.
    Yeremiya 30:17
  • Yabona, ndinguYehova, uThixo wenyama yonke; kukho nto indinqabeleyo na?
    Yeremiya 32:27
  • Ezilahlekileyo ndiya kuzifuna, ndibuyise eziziintsali, ndibophe ezaphukileyo, ndizomeleze ezifayo; ke ezityebileyo ndozitshabalalisa, nezomeleleyo ndizaluse ngokusesikweni.
    UHezekile 34:16
  • Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso emaphikweni alo. Niya kuphuma nidlobe, njengamankonyana asesitalini, nibaxovule abangendawo;
    UMalaki 4:2
  • Wajika uYesu, wayibona, wathi, Ntombi yam, yomelela, ukholo lwakho lukusindisile. Yasindiswa loo ntokazi kwangelo lixa.
    UMateyu 9:22
  • Kwathi ke ngamini ithile wafundisa. Kwaye kuhleli abaFarisi nabafundisi-mthetho, ababephume kuyo yonke imizana yelaseGalili, neyelakwaYuda, naseYerusalem; aye ekho amandla eNkosi ukuba abaphilise.
    ULuka 5:17
  • Ewabonile ke, wathi kuwo, Hambani niye kuzibonakalalisa kubabingeleli. Kwathi ekuyeni kwawo, ahlanjululwa.
    ULuka 17:14
  • Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sinamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.
    EkaYakobi 5:16
  • Imiqondiso ke eya kulandelana nabo bakholiweyo nantsi: egameni lam baya kukhupha iidemon; baya kuthetha ngeelwimi ezintsha;baya kuphatha iinyoka; nokuba bathe basela into ebulalayo, ayikukha ibenzakalise bona; baya kubeka izandla phezu kwemilwelwe, iphile.
    UMarko 16:17, 18
  • Kukho mntu na ufayo phakathi kwenu? Makabizele kuye amadoda amakhulu alo ibandla, athandaze wona phezu kwakhe, akuba emthambisile ngeoli, egameni leNkosi;wothi umthandazo wokholo umsindise lowo uleleyo, iNkosi imvuse; nokuba ubethe wenza izono, wozixolelwa.Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sinamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.
    EkaYakobi 5:14, 15, 16